Gatyana - Ulutsha lwase Mpume kwalapha ku Gatyana kwa wadi 29 ebelukhe lwavela kwidesika yethu yeendaba lucela uncedo kwabo banqwenela...
Year: 2023
Mbhashe - Ukuba izinto zingahamba ngokweminqweno nezicwangciso zomasipala osebumelwaneni iKing Sabatha Dalindyebo ogxeleshe ukuba ubekwe kwinqanaba lika Catergory A lomasipala,...
Ulutsha lwe lali yase Mpume ku Gatyana luthi “Ayilali isukelwa”. Kwiminyaka emibini edlulileyo silelijelo sapapasha inqaku ngolutsha lwase Mpume eliququzelela...
Mbhashe FM – UMbhashe FM sisikhululo sikanomathotholo esisasaza ngobuxhakaxhaka be intanethi okwakaloku nje. UMbhashe FM sisikhululo esasungulwa ngonyaka ka 2013...
Kwa Xhosa kukho intetho ethi "Ungabowabal' amaqanda inkukhu ingekaqanduseli Ngoba kutheni? Kwilixa elingaphambili silelijelo sapapasha amanqaku amabini adakanca ukuba uluntu...
Gatyana - Ewe idolophu yaku Gatyana idume ngezishiqi neziqebheyi ezishiy’ amehlo ngamanye amaxesha, Kodwa hayi bonke abantu balapha banentliziyo ezinjalo...
Singo Nokrawuzana belijelo sithelwa tsuphe bucala ngumhlali ngesimo ekuvakala ukuba noko asiginyisi mathe ngesimo sendlela kwilali yabo. Lo Nokrawuzana othembekileyo...
Baseke umbutho ongajonganga kwenza nzuzo nongekhophantsi kuka rhulumente obizwa MHAGISA. Xa besincokola no Vuyani Solwandle ongomnye wabaseki be MHAGISA uthi...
Dutywa: Usibalisela ngo bomi emva kwe banga leshumi elina mbini umbhali waku Sofuthe eNgcingwane. UWanda Sofuthe yindzalelwane yase Dutywa esele igxumeke...