Nqabarha - Bebephume ngobuninzi abahlali bakwa ward 29 bengungelene kwisikolo samabanga aphantsi eNqabarha Junior Primary ngethuba iSebe lezeMpilo kwakunye namanye...
Local news
ISAZISO Nqabarha – Abaququzeleli be World Aids Day – Build Up Campaign emva kokuba behleli phantsi beqolozelene bechuba isikhwebu ngolusuku...
Ngadla – Ibinga mayeye namahelehele eNgadla kwisikolo samabanga asezantsi ngethuba kusithiwa ndlelantle ntombi ka ntshotshwana, ndlelandle sikhumb’ esihle kwimidak’ emnyama...
Willowvale Health Centre - Mrs Siko - Health Promotion - 060 658 6159 Isebe leze Mpilo eMpuma Kapa libambisene kwakunye...
Nqabarha - Bekukuhle kumbejembeje kumabala ebhola ekhatywayo eCraft Centre Sports Ground eNqabarha kwi dolophu yaku Gatyana phantsi ko Masipala wase...
Esizithi rhithi ngalenjikalanga yanamhlanje ko Nokrawuzana bethu abathe bhazalala kulo lonke eli lo Mbhashe, kuvakala ukuba izolo malunga nentsimbi yesibhozo...
Gatyana – Bancume olu ka blankethi kwaye bayabulela abaququzeleli be Kwantu 5th Annual Festival 2022 neyingxikela yo mnyhadala obubanjwe kwimpelaveki ezisuka kuyo...
GQEBERA – On the 19th of October, Siphiwo Magoda celebrates his 40 years in Broadcasting. In celebrating this historic milestone,...
IBandla i The Methodist Church of South Africa, uCircuit 329 eNqabarha izakube isingathe umsithi obizwa "Wreath Laying and Prayer" oyekube...
Mbhashe – Ingxelo ithi “UPortifolio oyintloko, uCeba Makapela we Sebe lo Masipala elijongene neenkonzo zeziseko zophuhliso ehamba kunye namagosa, baluqukumbele...