May 17, 2024

103.9FM

106.1FM – Zive usekhaya

Iqhube ngempumelelo indibano ebibanjwe eNqabarha Junior ngaborhulumento kutshanje

1 min read

Nqabarha – Bebephume ngobuninzi abahlali bakwa ward 29 bengungelene kwisikolo samabanga aphantsi eNqabarha Junior Primary ngethuba iSebe lezeMpilo kwakunye namanye amaSebe ka rhulumente bezise inkonzo eluntwini. Uluntu lakwa ward 29 beliphume kangangoko ukuzozixhamlela kwinkonzo ebeziziswe ngamasebe ka rhulumente aquka eleze Mpilo, SASSA, Ele Ntlalontle kakunye nemibutho engekho phantsi kuka rhulumente.