Gatyana – Lukhala esimantshiyane lusithi lu gwetye lingenatyala ulutsha la ku Mgwebi nekuyilali ephantsi kwe dolophu yaku Gatyana, ku Masipala...
Local news
Gatyana – Ngokwengxelo epapashwe lijelo lika mabonakude uSABC, “kuthe gqolo ukubulawa kwabantu kwilali yase Chafutweni neyenye yelali ze dolophu yalapha ku...
Mbhashe – USodolophu woMasipala wengingqi yaseMbhashe, uCeba Samkelo Janda ngokugunyaziswa ngumthetho wesahluko sesine (4) (sentatho Nxaxheba yoLuntu) kunye nesahluko sesihlanu...
An organisation called Inkciyo Eastern Cape has been working for the past five years to fight teenage pregnancies and empower...
Mbhashe – Egameni lomasipala wase Mbhashe, ndininqwenelela iholide ze hlobo ezimyoli kunye nentsapho zenu. Kubantu abazakubasezindleleni banga bangaqhuba ngononophelo bathobele...
Xhorha - Uzakuba nondliwanondlebe kwisikhululo sosasazo uMhlobo Wenene FM uNasizo Mndende wase Xhorha kwinkqubo ethi iMfundo ngezentlalo ngo Mvulo umhla...
Gatyana – Itumente yebhola yomnyazi (netball) ebibanjwe izolo umhla weshumi elinesithandathu (16) ihambe ngokwezicwangciso nangempumelelo. Lomdlalo ububanjwe kumabala ezemidlalo ase...
Eastern Cape Human Settlements MEC, Nonceba Kontsiwe, will spread Christmas cheer to 58 destitute families including a visually impaired father...
Dutywa – uMbutho wolutsha iMEP Organisation (Mputhi Encouragement Project) eDutywa uzakube ubambe indibano eParish Hall ngomhla we 4 December 2021...