Uzakuba nodliwanondlebe ku Mhlobo Wenene uNasizo Mndende

Xhorha РUzakuba nondliwanondlebe kwisikhululo sosasazo uMhlobo Wenene FM uNasizo Mndende wase Xhorha kwinkqubo ethi iMfundo ngezentlalo ngo Mvulo umhla wamashumi amabini 20 Disemba 2021, ixesha  malunga nemizuzu emihlanu emva kwentsimbi yesithoba Р21:05 ngokuhlwa ungaphoswa.