Gatyana – Kwilixa elingaphambili silelijelo sabhala inqaku elithi “Isisibhadubhadu eGqeberha indoda yaku Nkxankxashe ifun’ uncedo”. Thina singonondaba bo Mbhashe FM...
Local news
Ingxelo - Esizifumana kutshanje kuchazwa ukuba kwilali yase Zigwinta ephantsi kwesithili saku Dumalisile ku Gatyana kudutyulwe owayesetyhini wabhubha(igama silinkonyile) ngamadoda...
Kukho ingxelo ethe ndii okwebubu lenyosi zihlangula nesiyithelwe tshuphe ngu Nokrawuzana wethu ongumthombo wendaba othembekileyo, ukuba kwilali yase Fubesi, nase...
I-Eastern Cape Provincial Heritage Resources Authority (ECPHRA), uMasipala waseMbhashe kunye neKholeji iKing Hintsa, zibambe ingxogxo yasetafileni (Round Table discussion) kwindlu...
Gatyana - Zisanqunyanyisiwe izifundo okwethutyana kwisikolo samabanga aphakamileyo iNqabarha JSS ku Gatyana kude kubengomvulo weveki ezayo. Oku kuza emva kokuba...
Gatyana – Ijike yabasisigqubu sezigebenga nemiguvela ilali yase Ngadla ku Gatyana. Uluntu lwale lali lisathokombisile emva kokudutyulwa kubulawe unovenkile nongummi...
Gatyana – Ulwaphulo-mthetho lungxamele ukuqatsela kwi dolophu yaku Gatyana ephantsi ko masipala wase Mbhashe. Kutshanje ngokompoposho okhutshwe kwikhasi lonxibelelwano lika Ceba...
Ingxelo esiyifumene kunokrawuzana othembekileyo ithi izolo kwilali yase Ngadla evenkileni yakhona kufike amadoda angaziwayo ehamba ngenqwelo mafutha nalapho amabini aye...
Zitshe zangqungqa iivenkile ezine (4) Buzi, Lewis, George’s Fruit and Veg kunye no Rajah Hardware kumgqibelo esiphuma kuwo. Unobangela womlilo...
Mahasana – Ingxelo epheleleyo iqhuba ithi ngokwenene nangokwenyaniso ufunyenwe lowo ebesoloko kubhulwa kuseliwa kukhangelwana naye uSolomon Xethu. Ngokwengxelo esiyifumene kumthombo...