I-Eastern Cape Provincial Heritage Resources Authority (ECPHRA), uMasipala waseMbhashe kunye neKholeji iKing Hintsa, zibambe ingxogxo yasetafileni (Round Table discussion) kwindlu...
Year: 2022
Gatyana - Zisanqunyanyisiwe izifundo okwethutyana kwisikolo samabanga aphakamileyo iNqabarha JSS ku Gatyana kude kubengomvulo weveki ezayo. Oku kuza emva kokuba...
Gatyana – Ijike yabasisigqubu sezigebenga nemiguvela ilali yase Ngadla ku Gatyana. Uluntu lwale lali lisathokombisile emva kokudutyulwa kubulawe unovenkile nongummi...
Gatyana – Ulwaphulo-mthetho lungxamele ukuqatsela kwi dolophu yaku Gatyana ephantsi ko masipala wase Mbhashe. Kutshanje ngokompoposho okhutshwe kwikhasi lonxibelelwano lika Ceba...
Ingxelo esiyifumene kunokrawuzana othembekileyo ithi izolo kwilali yase Ngadla evenkileni yakhona kufike amadoda angaziwayo ehamba ngenqwelo mafutha nalapho amabini aye...
Zitshe zangqungqa iivenkile ezine (4) Buzi, Lewis, George’s Fruit and Veg kunye no Rajah Hardware kumgqibelo esiphuma kuwo. Unobangela womlilo...
Mahasana – Ingxelo epheleleyo iqhuba ithi ngokwenene nangokwenyaniso ufunyenwe lowo ebesoloko kubhulwa kuseliwa kukhangelwana naye uSolomon Xethu. Ngokwengxelo esiyifumene kumthombo...
Gatyana – Lukhala esimantshiyane lusithi lu gwetye lingenatyala ulutsha la ku Mgwebi nekuyilali ephantsi kwe dolophu yaku Gatyana, ku Masipala...
WIPISA brings to you The Art of Science Competition 2022 for female leaners from Grade R to Grade 8. The Art of Science...
Gatyana – Ngokwengxelo epapashwe lijelo lika mabonakude uSABC, “kuthe gqolo ukubulawa kwabantu kwilali yase Chafutweni neyenye yelali ze dolophu yalapha ku...