Lena yilali yase Mhlahlane, ukanti wona lona ngumlambo onqumla kwezilali iQwaninga onebhulorho engumcangcatho, ongafunga umunce intupha ukuba, abantu ababesebenzisa lendlela...
Month: February 2023
Lubomvini - Ukanti ezingezinye ezingenayo ngentlwa nenjikalanga yanamhlanje sigagene nombuzo othi “Ndingayichaza ingxaki” Sithe sakuba sivumile singonondaba sabikelwa ukuba “Inkondekazi...
Gatyana – Emin’emaqanda lihlab’ umhlaba sive isishiqi sendoda ekutyholwa ukuba ibulewe ibulawela utilili, isikhwama esikwanayo nelayisenisi eNgadla kwalapha ku Gatyana. Ungene...
Ku Mfula – Buthe gqolo ubututu okanye ubusela nobutshivela kokusetyenziswa kwengqondo kwindawo esihlala kuzo ngabantu abathile. Kusasanje kuvakala ukuba indoda ethile...
Ibhunga le Khanisile yo Masipala wase Mbhashe belibambe intlanganiso engxamisekileyo (special meeting) kutshanje ukuze ku dakancwe umba wentlekele ezibangelwe zizikhukhula...
Kumenywa bonke abo namashashishini amancinci nasakhulayo kwakunye nabo bano kopolotyeni kulengingqi yase Mbhashe ukuba bathathe inxaxheba kwinkqubo ngenjongo zokuxhobisa kwakunye...
Mpume - Kwingxelo esiyifumana kusasanje sithelwe tsuphe ngu Nokrawuzama ojoje elinqaku ukuba kumzi othile (igama silinkonyile) okwilali yase Mpume apha...
Ngadla - Apha yilali yaku lo Fumbatha ephantsi kwelali yase Ngadla ku Gatyana, le bhulorho inqumla phantsi komzi wakwa Majola...
Gatyana – Kumakhasi onxibelelwano kukho isanxwe nemiheshuzo ngesityholo esibhekiswe kusisi othile nekutyholwa ukuba ngowalapha ku Gatyana kwilali yaku Nxanxashe, nekuvakala...
Ezingenayo ngalomzuzu kuvakala ukuba ngentsasa yanamhlanje kubhaqwe indoda ethile yelali yase Mthokwane (eLalini) ebinyamalele ngolwe Sine (igama silinkonyile). Ingxelo esiyinyengezelwe...