Abahlali baseMendwana basanxunguphele emveni kokugetyengwa kwesalukazi ngokumasikizi
Amapolisa kuGatyana asazama ukudibanisa isiganeko sokubulawa kwexhwegwazana ngokumasikizi kwilali yaseMendwana ngobusuku bangaMvulo umhla wama-26 kweyeDwarha
Amapolisa kuGatyana asazama ukudibanisa isiganeko sokubulawa kwexhwegwazana ngokumasikizi kwilali yaseMendwana ngobusuku bangaMvulo umhla wama-26 kweyeDwarha
UMkomishinala wamapolisa kwiPhondo leMpuma Kapa, uLieutenant General Vuyisile Ncata ukugxeka kabukhalu ukudutyulwa kubulawe uCeba waseMbhashe. Amapolisa
Gatyana – Inkonde ikwiqela labantu abane abathiwe xhakamfu ngamapolisa emva kokufunyanwa nombayimbayi kaxhonxi, nevolovolo ezingenampepha
Abenkonzo yesipolisa oMzantsi Africa – SAPS kwiphondo leMpuma Kapa baseke uphando olungqingqwa olukhawulezileyo, kwaye bakhuphe