Abahlali baseMendwana basanxunguphele emveni kokugetyengwa kwesalukazi ngokumasikizi
Amapolisa kuGatyana asazama ukudibanisa isiganeko sokubulawa kwexhwegwazana ngokumasikizi kwilali yaseMendwana ngobusuku bangaMvulo umhla wama-26 kweyeDwarha