INgumbela Horse Race ngu mdyarho owaziyo wase Mbhashe

Namhlanje, ukhuphiswano lomdyarho wamahashe weNgumbela Horse Racing luyaqhuba kwilali yakuBomela eDutywa. Lo msitho ubanjwe ngentsebenziswano noMasipala waseMbhashe kunye neSebe lezeMidlalo, uLonwabo nobuGcisa neNkcubeko ukubhiyozela italente yasekuhlaleni, inkcubeko kunye nomoya woluntu. Abantu abavela kwiindawo ezahlukeneyo baphume ngobuninzi babo ukuzo bayinxalenye yalo mdyarho unika umdla kwaye bazo kuxhase abakhweli ababathandayo

About the Author

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

You may also like these