Mbhashe FM members meeting

Mbhashe FM members meeting

Mbhashe FM members meeting

by
13 13 people viewed this event.

Isikhululo uMbhashe FM simema  amalungu awayetyikitye amaxwebhu ngethuba lesicelo selayisenisi yokusasaza kwesisikhululo uMbhashe FM, ukuba beze kwintlanganiso ezakube ibanjwe ngomhla wamashumi amabini kulenyanga  – 20 Oktobha 2026 ku magumbi osasazo elijelo eMthokwane Junior Primary eNqabarha, kuGatyana ngentsimbi yeshumi kusasa.

Esi simemo siza ngoko myalelo we bhodi ekwisikhokhelo soMbhashe FM, kwakunye negunya bantu lezosasazo eMzantsi Afrika, uICASA, ukuze kushukuxwe imiba nebandakanya ukuchongwa kwesikhokhelo esilandelayo kweli jelo.

Intlanganiso elandela leyo iyakuthi ibanjwe ngomhla weShumi kweyeNkanga – 10 Novemba 2026 kwaku magumbi osasazo ngentsimbi yeshumi kusasa

Ngenkcukacha ezithe vetshe ungathi ubhalele isikhululo ku : admin@mbhashefm.co.za okanye utsalele ku 047 011 0137 or 081 335 3343

Meeting: 20 October 2026

Time: 10:00 – 11:00

Venue: Mbhashe FM (Mthokwane Junior Primary School

Place: Nqabarha

 

Date And Time

2026-10-20 @ 10:00 AM to
2026-10-20 @ 11:00 AM
 

Location

 

Event Types

 

Event Category

Share With Friends

About the Author

You may also like these

No Related Post