Isikhululo uMbhashe FM sivule ithuba lokuba nabani na angabalilo ilungu lesisikhululo. Ngokuba lilungu lo Mbhashe FM uzivulela ithuba lokuba uthathe inxaxheba kwizinto ezenziwa sisikhululo uMbhashe FM
Ukuze ube lilungu lo Mbhashe FM kukho umrhumo ekufanele uwuhlawule. Ubulungu bo Mbhashe FM buxabisa umyinge we R5 ngenyanga, yi R60 kwinyanga ezilishumi elinesibini.
Ukubhalisa kuvuliwe ukusuka ngomhla wamashumi amabini ku November 2025 ukuya kumhla wamashumi amabini ku Disemba 2025. Amaxwebhu okubhalisa ayafumaneka kwisikhululo uMbhashe FM
Ngenkcukacha ezithe vetshe sibhalele ku info@mbhashefm.co.za okanye utsalele uMbhashe FM ku :
081 335 3343
Mbhashe FM membership now open
Mbhashe FM is excited to open its doors to the community — not just be a listener, but an active member of the station! By becoming a member of the station, you gain the opportunity to participate in the station’s affairs, contribute to its direction, and help us shape the future of Mbhashe community radio in our region. There’s a payable membership Fee: The fee cost :
- R5 per month
- R60 for the full year
Registration Period is: 20 November 2025 – 20 December 2025 For more information: Email to: info@mbhashefm.co.za Call or WhatsApp: 081 335 3343 – (Mbhashe FM) Be more than a listener — be a voice that matters. Join Mbhashe FM membership today and help us grow, together!
