Kufunyenwe amathamb’ omntu ehlathini eNqabarha

Nqabarha – Kwihlathi elingekho kude kuyaphi kwilali esisasazela kuyo sileli jelo omnye wabahlali ebeyokugawula ehlathini wothuswe ngumbono ongaqhelekanga. Ngethuba esondela eqwalasela ufuminise ukuba ngamathambo omntu ekubonakala sele enethuba ekulendawo. Kuvakala ukuba uye wahlaba umkhosi kubantu bokuhlala nalapho baye balandela indlela ezithile ezikhokhelele ekubeni amapolisa azokuwuqwalasela lomcimbi. Ngethuba sizama ukusabela singo Nokrawuzana omnye wabahlali uyakungqina ukuba kusapho lakhe ukhona umntu osele enenyanga eziqikelelwa kwisithathu bengasamboni. Nempawu azibonayo uthi zisondele kulomntu. Uchaza ukuba wayene vithane (dreadlocks) ekwanawo namazinyo angaphelelanga.

Amanye amalungu omzimba awasekho amapolisa nabecuphi bawenzile umsebenzi wawo ngethuba loshicilelo.

Amapolisa awaqokelele lamathambo kodwa ekwalindele nabe candelo lakwa forensic

About the Author

Leave a Reply

Your email address will not be published. Required fields are marked *

You may also like these