December 7, 2024

103.9FM

106.1FM – Zive usekhaya

Bayamenywa bonke osomashishini base Mbhashe

Kumenywa bonke abo namashashishini amancinci nasakhulayo kwakunye nabo bano kopolotyeni kulengingqi yase Mbhashe ukuba bathathe inxaxheba kwinkqubo ngenjongo zokuxhobisa kwakunye nokuphuhlisa amashishini wabo. Lenkqubo izakubanjwa ngoluhlobo lulandelayo:
eXhorha Town Hall – 21 February 2023 ngo 10:00 kusasa
Gatyana TRC Hall – 22 February 2023 ngo 10:00 kusasa
Dutywa TRC Hall – 23 February 2023 ngo 10:00 kusasa
Oku ukuphathelwa ngu Masipala wase Mbhashe ngentsebenziswano ne Sebe lamashishini amancinci nophuhliso kwakunye no SEDA.
Ngenkcukacha ezithe vetshe ungaqhagamshelana no Mnumzana. Cobokana – 082 510 4982 kungenjalo u Mnumzana Tshaya – 072 399 8619