Xhorha - Namhlanje kubhiyozelwa usuku lwe nkululeko eyafunyanwa kwiminyaka ephantse ukuba ngamashumi amabini anesithoba kwilizizwe lo Mzantsi Afrika. Kodwa kusekho...
Community News
Lo bhuti simxhome apha igama lakhe ngu Ta Mni (igama silishwankathele) oyinzalelwane kwi dolophu yase Makhanda (eRhini) kwalapha kweli Phondo...
Yiba yinxalenye wonwabele imidlalo yendebe ka Sodolophu (Mayor's Cup) yonyaka ka-2023. Oku kuphendula kwezinye zeemfuno ezabalulwa lulutsha ngexesha kuqhutywa iimbizo...
MEC Gloria Bukiwe Fanta is leading a delegation of government departments taking services to Chafutweni in Willowvale. Fanta is on...
Dutywa – Let me take this opportunity to introduce you to the Bangiso Football Academy we are newly established team from...
Gatyana - Eli tsili lomsi silibona apha kwezindlela yeminye yemifanekiso esiyithunyelwe ngabahlali abazibonele ngokwabo inamba isombuluka kwi dolophu yaku Gatyana,...
Lena yilali yase Mhlahlane, ukanti wona lona ngumlambo onqumla kwezilali iQwaninga onebhulorho engumcangcatho, ongafunga umunce intupha ukuba, abantu ababesebenzisa lendlela...
Lubomvini - Ukanti ezingezinye ezingenayo ngentlwa nenjikalanga yanamhlanje sigagene nombuzo othi “Ndingayichaza ingxaki” Sithe sakuba sivumile singonondaba sabikelwa ukuba “Inkondekazi...
Gatyana – Emin’emaqanda lihlab’ umhlaba sive isishiqi sendoda ekutyholwa ukuba ibulewe ibulawela utilili, isikhwama esikwanayo nelayisenisi eNgadla kwalapha ku Gatyana. Ungene...
Ku Mfula – Buthe gqolo ubututu okanye ubusela nobutshivela kokusetyenziswa kwengqondo kwindawo esihlala kuzo ngabantu abathile. Kusasanje kuvakala ukuba indoda ethile...