Izakwenza utsi xada eNqadu iNkciyo EC iyokhahlela ku Kumkani.
1 min readGatyana – Inkciyo Eastern Cape izoyokubulisa uKumkani wama Xhosa eNqadu ku Gatyana.
Ngengcombolo ezithe vetshe nezinomshoco ukuba umntana wakho angayinxalenye njani koluhambo qhagamshelana nabe Inkciyo EC ku: 066 389 3218.