May 2, 2024

103.9FM

103.9FM -106.1FM – Zive usekhaya

Kwantu Annual Arts Concerts 2023

1 min read

Gatyana – Kuzakube kuqhutywa ingxikela ye Kwantu Annual Arts Concert ngomhla we 14 October 2023 ku mabala ezemidlalo esikolo saseMboya kwalapha ku Gatyana. Kulo mnyhadala kuzakube kubanjwe intlobo-ntlobo zokonwabisa ezifana nezinto ezixhonxiweyo ngezandla (Craft), umdaniso (Dance), imibongo (Poetry), umculo (Live music), amaqhula (Comedy), abadlali macwecwe (DJ’s).

Abathathi nxaxheba abalindelekileyo ngaba:

  • TZK Group
  • Vusi Oulik Comedian
  • Kumkanikazi yama Xhosa
  • DJ Master Dee
  • Qaphela Majola
  • Navy Gee
  • Aviwe
  • Zukisa Vocalist
  • JR Hip Hop
  • Sanda
  • Libhongo
  • Oka Gcaba
  • Ophola Ntshuntsha
  • Thuluzobona Dancers

Kulo mnyhadala kungena simahla,kwayeuqala kwakusasa ngecala emva kwentsimbi yesibhozo – 8:30. Kunxitywa isinxibo sakwa Ntu.

Ukuba ufuna ingcombolo ezithe qabavuungaqhagamshelana nabaququzeleli bawo: 072 070 2972/0716395774 okanye email: thembanizizwekungathi@gmail.com

Niwuphathelwa ngabakwa:  TZK Entertainment Group kwakunye nabaxhasi babo.