May 17, 2024

103.9FM

106.1FM – Zive usekhaya

Kuzobe kubanjwe iDecemberFest Farmers Festival eLower Gwadu.

1 min read

Kuzakube kubanjwe ingxikela ebizwa DecemberFest Farmers Festival ngomhla we 23 Disemba 2022 kumabala iLower Gwadu Sports Ground apha ku Gatyana, ukusuka ngo 12:00 ukuya ku 18:00. Kuyacelwa bonke osomashishini basekuhlaleni kwakunye ne mvumi zasekuhlaleni ingakumbi kwi dolophu yaku Gatyana abanomdla wokuthatha inxaxheba ukuba baqhagamshelene nabaququzeleli balo msitho kwezinombolo zilandelayo: 083 316 6859 okanye 067 876 0829

Amangeno azokube emahala, ukanti ukuba uyakube uxwaye ityesi yakho egxeni (coolerbox) enezinto zothoba ilanga uyakuthi uhlawule iR20
Yizokonwaba nathi wonwabele oku kulandelayo:
Food and drink stalls
Live Street art
Handmade product stalls
Live music
Family and Friends picnic spots
Yizani sonwabeleni iKilisimesi sonke.