Lizakubamba isifundo ngo Joe Slowo isebe lokuhlaliswa koluntu – EC

UMphathiswa woku Hlaliswa Koluntu kwi Phondo le Mpuma Kapa umama uNonceba Kontsiwe uzakube ebambe I Annual Joe Slovo Memorial Lecture namhlanje umhla we 18 Novemba 2021. Esi sifundo sakube sihanjiswa ngu Professor Somadoda Fikeni ongu Mkomishinala kwi Public Service Commission.
UProf. Fikeni uzakube ecangcangcatha kumxholo othi: “Building sustanainable communities: A case for the prioritization of the destitute and vulnerable in human settlements delivery in the Eastern Cape”
Esi sifundo sakube sibanjwe ngobuchwephesha balemihla – virtually phakathi kwentsimbi ka 17:00 – 19:00
Phulaphula ku Mbhashe FM sakukuphathela ngqo olusasazo ku www.mbhashefm.co.za kwakunye nakule website yo Mbhashe News www.mbhashenews.co.za

Leave a Reply