April 19, 2024

103.9FM

103.9FM -106.1FM – Zive usekhaya

Kuzobanjwa umdyarho ka Dlekhwina ku Mahasana

1 min read

Mahasana – Sivuyela inyanga yamagugu kumbhanti kaDlekhwina.*

Niyamenywa kwakhona kumcimbi wenyanga yamagugu esizwe, sikhumbula eMbo apho sivela khona. Sidibana emcimbini wamagugu nge25 September 2021 kumabala ombhanti akuMahasana kuGatyana, kuyaqalwa ngo10 kusasa. Artists zolinikwa ithuba zonwabise abantu. Ukuba ungumthengisi yhiza umise iqonga lakho uthengise wonwabe nathi. Inkcukacha ezithe vetshe sibambe emxebeni.

Mna ndifumaneka ku: 082 894 5772 okanye uMnumzana uNosilela ku 073 004 0312.

On behalf of*Dlekhwina Horse Racing Club*WILLOWVALE